|
|
|
Songs | Albums | Album Arts
Lyrics:
Strength of a woman comes from within You may get her down today, she will surely come around. Strength of a woman comes from within. You can get her down today, she will surely come around. Inyand'entloko, usan'emqolo. Ibuhlung'intliziyo yam. Azi senzeni nenzalo yam. Ibuhlungu intliziyo yam
Nenzalo yam
Ndizamukuphakamis'intloko yam Umphefumlo wam, awuvumi, Ibuhlungu intliziyo yam. Ndizam'ukubopha amaxonya 'am Izandla zam zidangele, Ibuhlungu intliziyo yam. Ndikunikil'uthando ndakunik'ubomi bam Ndakunika konke nesizalo sam Ngoku ndiyampampatha, ngoku andiyazi Beniphi ixesha lonke mna ndinifuna Azi senzeni nenzalo yam Ibuhlungu intliziyo yam
Nenzalo yam
|
All lyrics are property and copyright of their owners.
Copyright © 2002-2026. Zortam.com. All Rights Reserved.
|