Lyrics:
Noba esisipajiSingenayw’ imaliNdosiphatha xa ndihamb’ eBantu Biko StreetWathi qala ngaphakathiNoba esisiqhovaSingenasidimaNdosithwala dadeAndinakuxelelwaNgugi wandifundisaVerse1:Andinayw’ imaliYokuthenga zonke(Ezazizezam azikhw’ eZazulwana)Kodwa ndakuthusaXa kuthiwa makuyiwe(Kudala ndiw’ gangatha kuphil’ akuthengwa)Akuthengwa(Kuphil’ akuthengwa)Yintoni leyo(Kuphil’ akuthengwa)Khuza wenaAsinakuyazi, hayi isimangaNawe MongameliXa ubon’ abantu bakho(Unqandwa yintoni ungaphilis’ isizwe)Wena MongameliFundis’ abantwana bethu(Nants’ intw’ esay’ lwela ungathi ulibele)Sihamba nzima(Sihamba nzima)Siyazama(Sihamba nzima)Khuza wena(Ngathi sowubon’ indifanele le ndawo)(chorus)Verse2:Sizwe esimnyamaSoya njalo phambili(Soya njalo phambili xa sime sibanye)Sizwe esintsunduUngayek’ ukukhathala(Kungaba kuphelile xa ungakhathali)Wawukhona(Wawukhona)Besithathela konke(Wawukhona)Sakhal’ inyembezi(Thina sobabini sivela eGolgotha)Emaphupheni nasezitoyitoyini(Singa singahlala siyikhangela ihambo)Ezingcingeni nasezinkonzweni(Siyakuzinceda siyikhangele ihambo)Hamba njalo(Hamba njalo)Sukoyika(Hamba njalo)Ngoba kufaneleZincede khawuleza lingekatshon’ ilanga(chorus)