|
|
Songs | Albums | Album Arts
Song: | Vuli Ndlela |
Album: | Memeza | Genres: | Rock |
Year: | 1998 |
Length: | 266 sec |
Lyrics:
Vul' indlela weMaMgobhozi He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza
'Suba nomona 'Nyana wam uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, ndiyashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam liXhosa Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi
He, unyana wam Helele, uyashada namhlanje Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wami uthathile Bengingazi ng'yombon' umakoti Unyana wam, eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam liXhosa Bebesithi angeke ashade, vul' indlela Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Vul' indlela weMaMgobhozi Vul' indlela, yekel' umona Kodwa wena MaNgobese
He, unomona Ngoba awunanyana Unentombizodwa, ayoyoyo MaNgobese, he unomona He, awunawo 'nyana onjengowami Bengingazi ng'yombon' umakoti
Unyana wam', eh ujongile this time MaRadebe sus' ezoz'specs Uze emshadweni, s'yashadisa namhlanje Bebesithi unyana wam liXhosa Bebesithi angeke ashade, vul' indlela (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona
'Nyana wam uthathile Vul' indlela wena MaNyauza 'Suba nomona 'Nyana wam uthathile
(Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul' indlela, yekel' umona)
(Vul' indlela weMaMgobhozi) (Vul' indlela, yekel' umona) (Vul' indlela weMaMgobhozi)
(Vul' indlela, yekel' umona)
|
All lyrics are property and copyright of their owners.
2025 Zortam.com
|