|
|
|
Songs | Albums | Album Arts
Lyricist: Soweto Gospel Choir
Lyrics:
Sikuyo indlela Yelizwe lobomi Ikhaya labantu Behleli ngendweba Nina ke nahluka KuThixo ngokona Nithini, noya na? Noya na phezulu? Hey' noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Nithini, noya na? Noya na phezulu? Kwelozwe akukho Buhlwempu nakanye Zindyebo nendyebo Izintwezikhoyo Izifo azikho Hay' azingebikho Nithini, noya na? Noya na phezulu? Hey' noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Nithini, noya na? Noya na phezulu? Mina ndohamba Baba (ndohamba) Ndisiya kuBawo (ndohamba) Mina ndohamba (ndohamba) Mina ndohamba (ndohamba) Ewe ke, ndohamba Ndisiya phezulu
Hey' noya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Mina ndizoya na? (Noya na?) Noya na? (Noya na?) Nithini, noya na? Noya na phezulu?
|
All lyrics are property and copyright of their owners.
Copyright © 2002-2026. Zortam.com. All Rights Reserved.
|