|
|
|
Songs | Albums | Album Arts
Lyrics:
Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso wakho Wadala abantu wadala izilwanyana Kwaneentaka zakho Lintaba nezityalo, umoya nemilambo, nolwandle Iisipho sobomi, phakathi kwendoda nomfazi, njengelanga nenyanga
Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso, wakho Hayi ubuhle bendalo yakho Ngumangaliso, wakho
|
All lyrics are property and copyright of their owners.
Copyright © 2002-2026. Zortam.com. All Rights Reserved.
|